Uyeremiya 39:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Impi yamaKaledi yabasukela, yamfikela uZedekiya ezinkqantosini zaseYeriko; yamthabatha, yenyuka naye, yamsa kuNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, eRibhela ezweni laseHamati; athethwa khona amatyala akhe.

Uyeremiya 39

Uyeremiya 39:1-14