Uyeremiya 39:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akubabona uZedekiya ukumkani wakwaYuda namadoda onke okulwa, babaleka, baphuma ngobusuku phakathi komzi ngendlela yomyezo wokumkani, ngesango eliphakathi kweendonga, baphuma ngendlela yeArabha.

Uyeremiya 39

Uyeremiya 39:1-11