Uyeremiya 36:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Thabathela kuwe incwadi esongwayo, uwabhale kuyo onke amazwi endawathetha kuwe ngamaSirayeli, nangamaYuda, nangeentlanga zonke, kususela kwimini endathethayo kuwe, uthabathele emihleni kaYosiya, ude uze kule mini.

Uyeremiya 36

Uyeremiya 36:1-10