Uyeremiya 36:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ngomnyaka wesiné kaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lafika eli lizwi kuYeremiya, livela kuYehova, lisithi,

Uyeremiya 36

Uyeremiya 36:1-9