Uyeremiya 28:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wathi uYeremiya umprofeti, Amen, makenjenjalo uYehova. Makawamise uYehova amazwi akho owaprofetele ukuba ayibuyise impahla yendlu kaYehova, nabafudusiweyo bonke eBhabheli, beze kule ndawo.

Uyeremiya 28

Uyeremiya 28:1-12