Uyeremiya 28:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYeremiya umprofeti kuHananiya umprofeti, emehlweni ababingeleli, nasemehlweni abantu bonke abemiyo endlwini kaYehova:

Uyeremiya 28

Uyeremiya 28:2-7