Uyeremiya 22:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova ukuthi, Lo mfo mbaleleni ekuthini akanabantwana, yindoda engenampumelelo emihleni yayo; ngokuba akayi kuba nampumelelo umntu wasembewini yakhe, ohlala etroneni kaDavide, esalawula kwaYuda.

Uyeremiya 22

Uyeremiya 22:21-30