Uyeremiya 2:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ke ndakutyala ungumdiliya wohlobo, wonke uphela uyimbewu yenyaniso; ùtheni na ke ukujika, ube ngamasebe angcakacileyo omdiliya ongeguwo kum?

Uyeremiya 2

Uyeremiya 2:17-27