Uyeremiya 2:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba kususela kwakude, ùyaphule idyokhwe yakho, waziqhawula izitropu zakho; wathi, Andiyi kukukhonza; kuba ezindulini zonke ezinde, naphantsi kwemithi yonke eluhlaza, wazolula ngokwehenyukazi.

Uyeremiya 2

Uyeremiya 2:17-29