Uyeremiya 14:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndaza ndathi, Kwowu, Nkosi Yehova, yabona, abaprofeti bathi kubo, Aniyi kubona krele, nendlala aniyi kuba nayo; ndiya kuninika uxolo oluyinyaniso kule ndawo.

Uyeremiya 14

Uyeremiya 14:3-22