Uyeremiya 14:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa bazila ukudla, andiyi kukuphulaphula ukuhlahlamba kwabo; naxa banyusa amadini anyukayo neminikelo yokudla, andiyi kukholiswa ngawo; ke ndiya kubaphelisa ngekrele, nangendlala, nangendyikitya yokufa.

Uyeremiya 14

Uyeremiya 14:7-21