Unehemiya 9:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabanikela ezandleni zababandezeli babo, bababandezela. Ngexesha lokubandezelwa kwabo bakhala kuwe; wena weva usemazulwini, wabanika abasindisi ngokweemfesane zakho ezinkulu, babasindisa ezandleni zababandezeli babo.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:26-34