Unehemiya 9:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Besuka baphika, bagwilika kuwe, umyalelo wakho bawuphosela emva komhlana wabo, bababulala abaprofeti bakho ababengqina kubo, ukuba bababuyisele kuwe; bakugiba kakhulu.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:20-36