Unehemiya 7:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndamwisela umthetho uHanani umzalwana wam, noHananiya umphathi wenqaba, ngeYerusalem; ngokuba ebeyindoda enyanisekileyo, emoyikayo uThixo ngaphezu kwabaninzi.

Unehemiya 7

Unehemiya 7:1-12