Unehemiya 7:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwathi, lwakwakhiwa udonga, ndazifaka iingcango; bamiswa abamasango, nabavumi, nabaLevi, ukuba bagcine umsebenzi wabo.

Unehemiya 7

Unehemiya 7:1-8