Unehemiya 4:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuva uSanebhalati, noTobhiya, nama-Arabhi, nama-Amon, nama-Ashdode, ukuba ziyenyuswa iindonga zeYerusalem; ukuba ziqaliwe, ziyavingcwa iintanda: wavutha umsindo wabo kunene.

Unehemiya 4

Unehemiya 4:1-11