Unehemiya 3:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva kwakhe kwakulungiswa ngabaLevi bakaRehum, unyana kaBhani; ngakuye kulungiswa nguHashabhiya, umphathi wesiqingatha sesithili seKehila, esithilini sakhe.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:8-21