Unehemiya 3:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva kwakhe kwakulungiswa nguNehemiya unyana ka-Azebhuki, umphathi wesiqingatha sesithili seBhete-tsure, kwesa malunga namangcwaba kaDavide, kwesa echibini elibe lenziwe, kwesa nasendlwini yamagorha.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:11-24