Unehemiya 2:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndagqithela esangweni lomthombo, nasechibini lokumkani; akwabakho ndawo yokuba lithubeleze kuyo iqegu endandikhwele kulo.

Unehemiya 2

Unehemiya 2:9-18