Unehemiya 2:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndaphuma ke ebusuku ngesango lomfula, ndasinga emthonjeni wenamba, nasesangweni lezàla, ndilolonga iindonga zeYerusalem ezibe ziqhekekile, namasango ayo abetshiswe ngomlilo.

Unehemiya 2

Unehemiya 2:11-15