Unehemiya 12:5-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. noMiyamin, noMahadiya, noBhilega,

6. noShemaya, noYoyaribhi, noYedaya,

7. noSalu, noAmoki, noHilekiya, noYedaya. Abo ibiziintloko zababingeleli nabazalwana babo, emihleni kaYeshuwa.

8. AbaLevi: ibinguYeshuwa, noBhinwi, noKademiyeli, noSherebhiya, noYuda, noMataniya obephethe imibulelo, yena nabazalwana bakhe;

9. noBhakebhukiya, noUni; abazalwana babo babemalunga nabo besezigxineni.

Unehemiya 12