Unehemiya 13:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaloo mini kwaleswa encwadini kaMoses ezindlebeni zabantu; kwafunyanwa kubhaliwe kuyo ukuthi, Ama-Amon namaMowabhi makangangeni ebandleni likaThixo naphakade;

Unehemiya 13

Unehemiya 13:1-7