Unehemiya 12:16-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. okaIdo inguZekariya; okaGineton inguMeshulam;

17. oka-Abhiya inguZikri; okaMinyamin, okaMowadiya inguPiletayi;

18. okaBhilega inguShamuwa; okaShemaya inguYonatan;

19. okaYoyaribhi inguMatenayi; okaYedaya ingu-Uzi;

20. okaSalayi inguKalayi; oka-Amoki inguEbhere;

21. okaHilekiya inguHashabhiya; okaYedaya inguNataniyeli.

Unehemiya 12