Unehemiya 12:14-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. okaMeliku inguYonatan; okaShebhaniya inguYosefu;

15. okaHarim inguAdena; okaMerayoti inguHelekayi;

16. okaIdo inguZekariya; okaGineton inguMeshulam;

17. oka-Abhiya inguZikri; okaMinyamin, okaMowadiya inguPiletayi;

18. okaBhilega inguShamuwa; okaShemaya inguYonatan;

19. okaYoyaribhi inguMatenayi; okaYedaya ingu-Uzi;

20. okaSalayi inguKalayi; oka-Amoki inguEbhere;

Unehemiya 12