Unehemiya 12:12-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Ke emihleni kaYoyakim bekukho ababingeleli abaziintloko zezindlu zooyise: okaSeraya inguMeraya; okaYeremiya inguHananiya;

13. okaEzra inguMeshulam; oka-Amariya inguYohanan;

14. okaMeliku inguYonatan; okaShebhaniya inguYosefu;

15. okaHarim inguAdena; okaMerayoti inguHelekayi;

16. okaIdo inguZekariya; okaGineton inguMeshulam;

17. oka-Abhiya inguZikri; okaMinyamin, okaMowadiya inguPiletayi;

Unehemiya 12