10. Ke uYeshuwa wazala uYoyakim; uYoyakim wazala uEliyashibhi; uEliyashibhi wazala uYoyada;
11. uYoyada wazala uYonatan; uYonatan wazala uYaduwa.
12. Ke emihleni kaYoyakim bekukho ababingeleli abaziintloko zezindlu zooyise: okaSeraya inguMeraya; okaYeremiya inguHananiya;
13. okaEzra inguMeshulam; oka-Amariya inguYohanan;
14. okaMeliku inguYonatan; okaShebhaniya inguYosefu;
15. okaHarim inguAdena; okaMerayoti inguHelekayi;