Umika 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko utsho uYehova ukuthi, Yabonani, ndicinga ububi ngale mizalwane, eningayi kuzirhola iintamo zenu kubo, ningahambi niqhankqalaza; kuba lixesha lobubi.

Umika 2

Umika 2:1-9