Umateyu 24:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, akubon' ukuba uhleli eNtabeni yemiNquma, beza kuye abafundi bebodwa, bathi, Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto; úya kuba yini na umqondiso wokufika kwakho, nowokupheliswa kwephakade eli?

Umateyu 24

Umateyu 24:2-9