Umateyu 24:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uYesu kubo, Niyazibona na zonke ezi zinto? Inene, ndithi kuni, Akusayi kusala apha ilitye phezu kwelitye, elingayi kuchithwa.

Umateyu 24

Umateyu 24:1-11