Umateyu 21:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ke uYesu wathi kubo, Nam ndiya kubuza kuni zwi-nye; endothi, ukuba nithe nandixelela lona, ndinixelele nam ukuba ndizenza ngagunya lini na ezi zinto:

Umateyu 21

Umateyu 21:23-34