Umateyu 21:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthe akungena etempileni, xa afundisayo, beza kuye ababingeleli abakhulu namadoda amakhulu abantu, besithi, Ezi zinto ùzenza ngagunya lini na? Kananjalo ngubani na okunike eli gunya?

Umateyu 21

Umateyu 21:21-29