Umateyu 11:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Naye niphuma nisiya kubona ntoni na kodwa? Yabe ingumntu ovethe iingubo ezitofotofo na? Yabonani, abo bambatha ezitofotofo baba sezindlwini zookumkani bona.

Umateyu 11

Umateyu 11:1-17