Umateyu 11:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bakubon' ukuba bayemka abo, waqala uYesu wathi kwizihlwele ngaye uYohane, Náye niphuma nisiya kubona ntoni na entlango? Yabe iyingcongola na, izanyazanyiswa ngumoya?

Umateyu 11

Umateyu 11:1-14