Umarko 9:48-50 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

48. apho kumpethu ingafiyo, kumlilo ungacinywayo.

49. Kuba bonke baya kugalelwa ityuwa ngomlilo, athi onke amadini agalelwe ityuwa ngetyuwa.

50. Ityuwa ilungile yona; ke ukuba ithe ityuwa ayaba nabutyuwa, noyivakalisa ngantoni na? Yibani netyuwa phakathi kwenu, nihlale ninoxolo omnye komnye.

Umarko 9