Umarko 9:50 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ityuwa ilungile yona; ke ukuba ithe ityuwa ayaba nabutyuwa, noyivakalisa ngantoni na? Yibani netyuwa phakathi kwenu, nihlale ninoxolo omnye komnye.

Umarko 9

Umarko 9:48-50