Umarko 6:48 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wababona bebulaleka ekuqhubeni; kuba umoya ububavele ngaphambili. Athi ngolwesiné ulindo lobusuku eze kubo, ehamba phezu kolwandle; wanga uza kugqitha kubo.

Umarko 6

Umarko 6:45-51