Umarko 4:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yimbi yawa kuwo wona umhlaba omhle, yanika isiqhamo esakhulayo sachuma; yathwala amashumi amathathu enye, namashumi amathandathu enye, nekhulu enye.

Umarko 4

Umarko 4:1-12