Umarko 3:28-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. Inene ndithi kuni, Zonke izono baya kuzixolelwa oonyana babantu, kwanezinyeliso abasukuba benyelisa ngazo;

29. ke yena othe wanyelisa uMoya oyiNgewele, akanako ukuxolelwa naphakade; unetyala lokugwetywa okungunaphakade.

30. Watsho kuba besithi, Ăšnomoya ongcolileyo.

Umarko 3