Umarko 3:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inene ndithi kuni, Zonke izono baya kuzixolelwa oonyana babantu, kwanezinyeliso abasukuba benyelisa ngazo;

Umarko 3

Umarko 3:24-35