Umarko 14:49-51 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

49. Bendikuni imihla ngemihla etempileni ndifundisa, anandibamba; kodwa kunje, ukuze zizaliseke izibhalo.

50. Bamshiya bonke, babaleka.

51. Wayelandelwa yindodana ethile, ithe wambu ilinen entle emzimbeni; asuka ayibamba ke amadodana.

Umarko 14