Umarko 15:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi, kwaoko kwakusa, ababingeleli abakhulu benza ibhunga, ndawonye namadoda amakhulu, nababhali, nentlanganiso yamatyala iphelele; bambopha uYesu bemka naye, bamnikela kuPilato.

Umarko 15

Umarko 15:1-6