Uluka 7:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezivile ke uYesu ezi zinto, wamangaliswa nguye, waguqukela kwindimbane ebimlandela, wathi, Ndithi kuni, andifumananga lukholo lungaka nakwaSirayeli.

Uluka 7

Uluka 7:7-16