Uluka 7:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kuba nam ndingumntu omiswe phantsi kwegunya labanye, ndinamasoldati aphantsi kwam; ndithi kweli, Yiya, liye; kweliya, Yiza, lize; kumkhonzi wam, Yenza oku, akwenze.

Uluka 7

Uluka 7:4-14