Uluka 7:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, akusondela esangweni lomzi lowo, kwabonakala kuthwalelwa phandle umntu ofileyo, ekuphela konyana ozalwa ngunina; waye yena engumhlolokazi. Yaye nendimbane elingeneyo yomzi inaye.

Uluka 7

Uluka 7:2-20