Uluka 7:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngomhla olandelayo, waya emzini ekuthiwa yiNayin. Kwaye kuhamba naye iqela labafundi bakhe, nendimbane enkulu.

Uluka 7

Uluka 7:7-15