Ninoyolo, nina nilambayo kalokunje; ngokuba niya kuhluthiswa.Ninoyolo, nina nililayo kalokunje; ngokuba niya kuhleka.