Uluka 6:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza yena wawaphakamisela amehlo akhe kubo abafundi bakhe, wathi,Ninoyolo, nina mahlwempu; ngokuba bobenu ubukumkani bukaThixo.

Uluka 6

Uluka 6:11-27