Uluka 5:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaba kukhona ke luhlakazekayo udaba ngaye; kwaye kubuthelana izihlwele ezikhulu ukuza kuphulaphula, nokuphiliswa nguye ebulwelweni bazo.

Uluka 5

Uluka 5:7-18