Uluka 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayithethela yena ngelithi, mayingaxeleli bani. Wathi, Yiya kuzibonisa kumbingeleli, usondeze idini, ngenxa yokuhlanjululwa kwakho, njengoko wamisayo uMoses, kube bubungqina kubo.

Uluka 5

Uluka 5:10-24