Uluka 24:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ekungqengqeni kwakhe ngasesithebeni ndawonye nabo, wasithabatha isonka, wasikelela, waqhekeza, wabanika.

Uluka 24

Uluka 24:29-39